[Intro]
Qa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuk'ba lilolo
Qa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuk'ba lilolo
Andizisoli nok'ba bangathini
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuk'ba lilolo
[Verse 1]
Ndikhangela igama lam
Ndikhangela igama lam
Ndifunda njalo, ndikhangele
Qa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuk'ba lilolo
Ndifunda njalo, ndikhangele
Qa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuk'ba lilolo
[Chorus]
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuk'ba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuk'ba lilolo
[Verse 2]
Uze undixolele
Xa ndikudlul' endleleni
Ngok'ba sendihamba kwesiny' isitalato
Mhlab' unzima (Kwesiny' isitalato)
Kuphila kunzima (Kukhon' okukokwam)
Ewe sendihamba kwesiny' isitalato
[Verse 3]
Xa intethw' ingahlangani
Mhlawumbe ziyandiwela
Mhlawumbe nje ngeloxesha
Ndikwesiny' isitalato
Ndiyakhangela (kwesiny' istalato)
Ndikhangel' igama qha (Kukhon' okungokwam')
Ndikhangela isigqi
Esithetha kum
[Chorus]
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuk'ba lilolo (ngikhangel' isigqi)
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa (isigqi)
Isono sam kuk'ba lilolo (ndikhangele isigqi)
Andizisoli nok'ba bangathini
(ndikhangela izulu elilelami)
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuk'ba lilolo
[Bridge]
Ndikhangela izulwana
Ndikhangela izulwana
Ndikhangela izulwana
Ndikhangela izulwana
Lilelam
[Chorus]
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuk'ba lilolo (ngikhangel' izulu)
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa (elilwelami)
Isono sam kuk'ba lilolo (ndikhangele izulu elilwelami)
[Verse 4]
Undibona ndinje nje
Ndenziwa nguQamata
Ndenziwa ndaba ngulowo ozinyembezi
Kodwa hayinyakusi hay
Akho kukhala
[Outro]
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuk'ba lilolo (ngikhangel' isigqi)
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuk'ba lilolo (esithetha kum)
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuk'ba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuk'ba lilolo